Podchaser Logo
Home
Emfuleni Wothando

Umhlobo Wenene FM

Emfuleni Wothando

A weekly Society and Culture podcast
Good podcast? Give it some love!
Emfuleni Wothando

Umhlobo Wenene FM

Emfuleni Wothando

Episodes
Emfuleni Wothando

Umhlobo Wenene FM

Emfuleni Wothando

A weekly Society and Culture podcast
Good podcast? Give it some love!
Rate Podcast

Episodes of Emfuleni Wothando

Mark All
Search Episodes...
Usisi waswelekelwa ngabazali ena8yrs, wahlala kwamakazi wadlwengulwa ngumyeni kamikaze, wemnka nomnye usisi kanti umsa kwamanye amadoda angaphezu kweshumi aye mdlwengula ubusuku nemini kungoku nje uHIV positive kunye ne cancer akana ID or birth
UAnon ufuna ukuxolelwa kwaye naye ufuna ukuxolela, wakhula ebethwa nguTat'Mkhulu wakhe
UAnon waxhatshazwa ngokwesini lilungu lentsapho yakhe
UAnon unengxaki neqabane lakhe kunye nomhlobo osenyongweni
Namhlanje sithetha nge Network Marketing
UAnon unengxaki notatazala kwaye iyamchaphazela umtshato wakhe
UAnon ukhangela ingcebiso malunga nobudlelwane bakhe namadoda amabini
uAnonymous uthetha ngokunyanzelwa emtshatweni kodwa uthanda amantombazana
USISI WATHATHWA ENDLINI ELELE NEBOYFRIEND WAYODLWENGULWA UBUSUKU BONKE.
USISI UFUNA UKUZILOLELA NGOKUPHATHWA AKAKUBI YIFAMILY YAKHE YONKE INGAKUMBI UTATA WAKHE.
Usisi wadlengulwa eneminyaka eyi6, batshintsha bonke ukususela ngoko.
Usisi ufuna ukuzixolela ngokukhula kabuhlungu ngenxa yempatho embi kamama, notata, stepmother kunye nobrother wakhe.
USISI OWATSHATA ENA 18YRS,emva ke veki ezintathu ETSHATILE INDODA YA ABUSIVE EMOTIONALLY.ITHI YONA YAYIFUNA UMNTU OYI VIRGIN ngoku iyakhala oko, IPHINDE ITHI INGAZIBULALA XA USISI ENGAYISHIYA.OKO BATSHATA NGO 1997 TO DATE AKHO LONWABO, UBHUTI U
USISI UTSHATILE NOMYENI WAKHE NGO 2015, BUT NGO 2017 UBHUTI WAQALA WA ABUSIVE UYAMBETHAUMLEQA NGAMABHOZO, UMBETHA NGEHAMILE, YONKE LENTO UYENZA PHAMBI KOMNTWANA WABOKUNYE NABAHLALI. UFUNA UKWAZI UKUBA ANGAPHUMA KANJANI KUBA AKASAWUFUNI LOMTSHAT
UBHUTI UFUNA ANGAMXOLELA NJANI UTATA WAKHE OWAVELE WABAGXOTHA UKUSWELEKA KUKAMAMA WABO.UTATA WAVELA WAHLALISANA TWO WEEKS AFTER BENGCWABE UMAMA WAKHE, WATSHATA, WATHENGISA IKHAYA LABO.YONKE LENTO UYENZA ENGABAXELELANGA
Usisi ose Vietnam ufuna ukwazi uba angaxolelana njani notata wasecaweni owamdlwengulayo ena 13 yrs,Owayemthatha as her father figure, Futhi angaxolela njani his biological father owayengekho ebomini bakhe for 16yrs.Angaxolela njani nomama wakhe
Rate

Join Podchaser to...

  • Rate podcasts and episodes
  • Follow podcasts and creators
  • Create podcast and episode lists
  • & much more

Unlock more with Podchaser Pro

  • Audience Insights
  • Contact Information
  • Demographics
  • Charts
  • Sponsor History
  • and More!
Pro Features